Molweni ndiphuphe umntu endimthandayo ekunye nam emsebenzini apho ndisengxakini wasondela kum wazama ukusondela ndaziva uba uyandoyika wabe sendikhupha. iKurani ukuba indifundele